Myriam Makeba все тексты (слова) песен, переводы, видео, клипы
- Amampondo
Abelaph'amaMpondo hay'avuk'ekuseni
Abelaph'amaMpondo babo hay'avuk'ekuseni
Ajiyelele hmm heh babo ke
Ji hom hom
Ajiyelele hmm hela babo ke
Ji hom hom
Abelaph'amaMpondo
Hay'avek'ekuseni
- Kilimanjaro
Hmmm
Hola lalala lala ho halala ham
Mama eh
Mama eh
Mama ndiyavuya mna
Mama ndiyavuya mna
Yho ndinqwenel'iRhawuti
Ndibuyel'ekhaya
- Ngewundini
Mgewu ndini uzawundigcina na kodwa?
Mgewu ndini, mgewu ndini
Mgewu ndini uzawundigcina na kodwa?
Mgewu ndini, mgewu ndini
Xelel'abazali bam uzawundigcina na kodwa? (Mgewu ndini)
Xelel'abazali bam uzawundigcina na kodwa?
Mgewu ndini, mgewu ndini
Mgewu ndini uzawundigcina na kodwa?
- The Click Song
Igqira lendlela ngu qongqothwane
Igqira lendlela kuthwa ngu qongqothwane
Igqira lendlela ngu qongqothwane
Igqira lendlela ngu qongqothwane
Sebeqabele gqi thapha bathi ngu qongqothwane
Sebeqabele gqi thapha bathi ngu qongqothwane
Sebeqabele gqi thapha bathi ngu qongqothwane
Sebeqabele gqi thapha bathi ngu qongqothwane