Betusile все тексты (слова) песен, переводы, видео, клипы
Itarhu LakhoNdingumoni
Phambi kwakho
Ndinetyala thixo yam
Ndalidela izwi lakho
Ndala imi (Ndala imithetho yakho)
Thetho yakho (Yaba kukugeza kwam)
Ndala imi (Ndala imithetho yakho)
Thetho yakho (Yaba kukugeza kwam)
Nyange lemihlaNyange lemihla
Liwa laphakade
Maxhoba ayakhawuleza
Langa lokulunga
Sithi Ngqongqoshe, Kumkani
Maxhob’ayakhawuleza
UnguJehova igama lakho
Ufanelwe kukubongwa
UyavumaUmoya wam uyavuma
Umoya wam uyavuma
Umoya wam uyavuma
Uthi yebo nkosi
Vuma moya wam(Umoya wakho uyavuma)
Khawuvume moya wam (Umoya wam uyavuma)
Vuma moya wam (Umoya wam uyavuma)
(Khawuvume moya wam)